Mhla Latsh' Ibhayi
Ndlakuse, Madoda
| Autor: | Ndlakuse, Madoda |
|---|---|
| Veröffentlichungsdatum: | 01.08.2021 |
| EAN: | 9781920700263 |
| Sprache: | metaCatalog.groups.language.options.xhosa |
| Seitenzahl: | 180 |
| Produktart: | Kartoniert / Broschiert |
| Verlag: | Digital on Demand |
| Untertitel: | Ingqokelela Yamabalana Amafutshane |
Produktinformationen "Mhla Latsh' Ibhayi"
Isihloko sale ngqwebo sithi, 'Mhla Latsh' iBhayi' into ethetha ukuba kuza kwaziwana. Nangona kusaziwana kunjalo ke, ubukhulu becala amabali la ayacaca ukuba umbhali ziingontsi namasuka-ndihlale ahlangene nawo kulaa mimandla ikuMneno-Nciba kwatsho kwaqandusela la mabalana angcathu ancindi ivuzisa izinkcwe. Ubukhulu becala ngamabali la ayimvula-mehlo ukuba, 'okuze buponi kotshabalala, okuze ngamathontsi kozinza,' njengoko oko uya kukufumanisa kwimixholo yamabalana afana no'INENE ULUNTU NGEZISULU'. Akhona amabali oya kuwafumanisa esityhilela izizeka-bani zoxinezelelo lwengqondo kubani, ngenxa yobugewu awathi wabhungca ngezikaSibi kubo, mabali awo afana no'ENDLELENI EBUYA E-ADDO'. Masingafinci ke bantakwethu, nqikani nizifincele. Kakade iqwela nesigananda sifincwa ngamakhwahla namagqala. "Amabalana anonambitheko okomsindleko kumhambi, adiza ilihlo lokhozi kumbhali olirharha nonosiba olunyumbazayo. Ebalisa nje uyahlekisa kodwa uyafundisa. Mna ndithi qha, Zizi elimnyama neenkomo zalo zabalaza mzala womntu amathunzi anabile kukud' eBhayi, malitsh' iBhayi!" (ilizwi likaMzoli Mavimbela, umhleli nombhali weencwadi zesiXhosa waseSajonisi).
Sie möchten lieber vor Ort einkaufen?
Sie haben Fragen zu diesem oder anderen Produkten oder möchten einfach gerne analog im Laden stöbern? Wir sind gerne für Sie da und beraten Sie auch telefonisch.
Juristische Fachbuchhandlung
Georg Blendl
Parcellistraße 5 (Maxburg)
8033 München
Montag - Freitag: 8:15 -18 Uhr
Samstags geschlossen